Successfully reported this slideshow.
We use your LinkedIn profile and activity data to personalize ads and to show you more relevant ads. You can change your ad preferences anytime.
128. Yure Yomthandazo
      Ngeyure,
   yomthandazo,
  Sithob’ intliziyo,
Sihlangana ku-Yesu,
  Umhlobo wethu;
Size kuye ngokholo,
  Az’ asikhusele,
      Aphuml’
  odiniweyo! Ath’
   ukuba mnandi!
Yure yomthandazo,
  Esikelelweyo,
    Aphuml’
 odiniweyo! Ath’
  ukuba mnandi!
Nge-Yure
   yomthandazo,
Ukufuphi nathi, Ezele
     yimfesane
   ebantwaneni;
Uthi masiwaphose
 Amaxhala kuye;
    Aphuml’
 odiniweyo! Ath’
  ukuba mnandi!
Yure yomthandazo,
  Esikelelweyo,
    Aphuml’
 odiniweyo! Ath’
  ukuba mnandi!
Nge-yure
 yomthandazo, Xa
  olingiweyo Aya
    kum-Sindisi
Omthanda kakhulu,
Wothi onovelwano
Agxoth’ amaxhala;
    Aphuml’
 odiniweyo! Ath’
  ukuba mnandi!
Yure yomthandazo,
  Esikelelweyo,
    Aphuml’
 odiniweyo! Ath’
  ukuba mnandi!
Nge-yure
  yomthandazo
Simkholelwa yena,
 Wosixhasa ngazo
zonk’ intsikelelo;
Sizele lelithemba,
   Soba msulw’
exhalen’; Aphuml’
 odiniweyo! Ath’
  ukuba mnandi!
Yure yomthandazo,
  Esikelelweyo,
    Aphuml’
 odiniweyo! Ath’
  ukuba mnandi!
Upcoming SlideShare
Loading in …5
×
Upcoming SlideShare
No.167
Next
Download to read offline and view in fullscreen.

Share

No.128 Yure Yomthandazo

Download to read offline

Yure Yomthandazo

Related Audiobooks

Free with a 30 day trial from Scribd

See all

No.128 Yure Yomthandazo

  1. 1. 128. Yure Yomthandazo Ngeyure, yomthandazo, Sithob’ intliziyo, Sihlangana ku-Yesu, Umhlobo wethu;
  2. 2. Size kuye ngokholo, Az’ asikhusele, Aphuml’ odiniweyo! Ath’ ukuba mnandi!
  3. 3. Yure yomthandazo, Esikelelweyo, Aphuml’ odiniweyo! Ath’ ukuba mnandi!
  4. 4. Nge-Yure yomthandazo, Ukufuphi nathi, Ezele yimfesane ebantwaneni;
  5. 5. Uthi masiwaphose Amaxhala kuye; Aphuml’ odiniweyo! Ath’ ukuba mnandi!
  6. 6. Yure yomthandazo, Esikelelweyo, Aphuml’ odiniweyo! Ath’ ukuba mnandi!
  7. 7. Nge-yure yomthandazo, Xa olingiweyo Aya kum-Sindisi Omthanda kakhulu,
  8. 8. Wothi onovelwano Agxoth’ amaxhala; Aphuml’ odiniweyo! Ath’ ukuba mnandi!
  9. 9. Yure yomthandazo, Esikelelweyo, Aphuml’ odiniweyo! Ath’ ukuba mnandi!
  10. 10. Nge-yure yomthandazo Simkholelwa yena, Wosixhasa ngazo zonk’ intsikelelo;
  11. 11. Sizele lelithemba, Soba msulw’ exhalen’; Aphuml’ odiniweyo! Ath’ ukuba mnandi!
  12. 12. Yure yomthandazo, Esikelelweyo, Aphuml’ odiniweyo! Ath’ ukuba mnandi!
  • LISAkaSENZO

    Sep. 27, 2014
  • ncinci

    Sep. 8, 2014
  • zamzyy

    Aug. 23, 2014

Yure Yomthandazo

Views

Total views

2,541

On Slideshare

0

From embeds

0

Number of embeds

3

Actions

Downloads

12

Shares

0

Comments

0

Likes

3

×